Menu
Purchase This Book
This is an external link.
Share To Socials

Iyelenqe Laserenkeni

Published By - Sibongile Maputi

Book Description


Amayelenqe kuthutho ngeeteksi yimfihlo eyaziwayo. Bayafa abantwana babanturnkolu thutho kungekho sizathu. Iinkedama nabahlolokazi benziwa yonke imihla.rnUmhlola waserenkeni kukuba kumanqaphanqapha kakhulu ukuba kubanjwe umnturnngokusweleka kwabaqhubi nabanini zithuthi zaserenkeni. Abaninzi barhanelarnukuthwala, abaninzi nangakumbi barhanela umona. Yaqatsela le nto mhla abantwanarnbomntu, esithenjini, befihlelana ngeyelenqe lokubulawa komnye. Isinqe sisinye,rnnesibeleko sisinye alukho uvelwano kuthutho ngeeteksi. Imali ekhoyo kolu thuthornyabutya yabugqiba ubuntu ebantwini. Nali ibali lomntu nomkhuluwa wakhe nobomirnbaserenkeni. Phofu ibali lisekelezelwe kwintiywano ebangelwa kukuzeka ngaphezurnkwesinye sabafazi. Ubutshaba koonina buphumele ebantwaneni bengazi nto. Fundanirnbantwana bethu.